[00:15.06] Ndenz'isigqibo mna ngathi [00:21.98] Yangathi ayikho intwe ngapheliyo [00:28.91] Andisafuni ubhalingoma ezib'hlungu [00:33.03] Andisafuni, ucula ingoma ezibhlungu, mna no more [00:40.43] This is the hardest thing i ever do [00:44.32] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [00:50.93] Mna bendingayaz uthando lunjena [00:58.40] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [01:07.65] Mna bendingayaz uthando lunjena [01:13.16] Ndik'nikile lonk'uthando lwam [01:16.92] Ndakunika bal'ulonwabo [01:20.50] Kanti sthandwa sam why undenza njena... [01:28.18] Uymisil'ingqondo its fine [01:30.69] Ubonil'izinto azispani but why, why, why undenza njena [01:40.74] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [01:50.19] Mna bendingayaz uthando lunjena [01:55.39] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [02:04.82] Mna bendingayaz uthando lunjena [02:11.69] Mna ndicelubuza madoda uthando lunjena? Lona luvela phina nah, [02:24.46] Mna ndicel'ubuza madoda, [02:26.19] Mna ndicel'ubuza madoda uthando lunjani nah? Lona luvela phi nah, [02:36.04] Mna ndicel'ubuza madoda [02:38.96] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [02:44.45] Mna bendingayaz uthando lunjena [02:53.25] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [03:02.55] Mna bendingayaz uthando lunjena [03:08.77] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [03:17.00] Mna bendingayaz uthando lunjena [03:23.68] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [03:31.21] Mna bendingayaz uthando lunjena [03:38.49] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [03:51.92] Mna bendingayaz uthando lunjena [03:54.98] Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena [03:59.94] Mna bendingayaz uthando lunjena [04:05.24] Till da end [04:07.33]